Soloko ulindele nantoni na kwiGrahamstowm Festival
kufote uVAL ADAMSON
28 liziincutshe ekusekhaliseni izixhobo zesintu zaseAfrika likwazisebenzisa ekudlaleni uluhlu lomculo oyolisayo kwimiculo enemixholo yaseAfrika owabulala ngayo isizwe samaXhosa xa iziprofetho nekamva eliqaqambileyo.
- The Story I Am About To Tell :
Limiselwe kwikomishini yeNyani noXolelwaniso kodwa lixutywe nezinto ezihlekisayo ezisindisa ubomi, eli bali likhokhelwa nguRamoloa Makhene noRobert Colman .
I - Ways Of Dying : eyona noveli
Lixesha elimnandi - uSakhile Chaya &  Mahlangu  uze ngamandla kwiGrahamstown Festival .
Kufote uJOHN MCKINELL
Bekufuneka ubelapho ukuze
wazi... idolophu yaseRhini izama okutsha nokwahlukileyo, njengalo mdlalo othi Thing ?
uMandela esitsho, Namhlanje umnyhadala, owona msitho waziwayo kwilizwe laseAfrika, ubonisa izinto ezahlukileyo zobugcisa. Uyaqhubeka ukuzama ukuvelisa ukumelwa kobuchule bomoya wenkolo enzima yamaNdiya akulo lonke elaseMzantsi Afrika neyabahlobo abaninzi abaphesheya.
Xa ufuna iinkcukacha, fowunela iStandard Bank Festival Hotline , phakathi evekini ukusukela ngentsimbi ye-8 kusasa ukuya ngo-9 malanga:
(O86) 25-1999. R
zephepha, okanye iBritish Stung , eyenza isekisi ngobuchule bomdaniso
I-Women Of Africa : Ungababiza ngokuba ngamabhinqa aseAfrika akhuphisana neThree Tenors ! Isithathu esicula kamyoli seli lizwe - uTarika uKumkanikazi Hanrita Ransoanavio waseMadagascar noOumou Sangare waseMali - badibene kulo mnyhathla.
I The Child Mbene: Engumzekelo weqela elibalisa ibali laselvory Coast, elenziwa yiki-Y Mbock Theatre esuka eAbidjan isebenzisa oonopopi .
I - The Pan African Orchestra : Eli qela lomeleleyo elinamangu angama-
kaZakes Mda ephumelele ibhaso ababukeli bomdlalo weqonga abangethandi ukuyiphutha.
I-Samite of Uganda : Ngeqela lakhe, uSamile uxuba umculo wohlanga lwakhe lwamaBaganda nezinto zanamhlanje nomculo wejazz nomculo wefusion owahlukileyo.
I-Kaboom : Iqonga lasesitalatweni elisuka kwisibini esingenakuthintelwa saseThekwini, uBheki Mkhwane noEllis Pearson - lumka, baphila ngomngqele ongekho semthethweni othi Lindela okungakulindelekanga
Lilonke njengoko uMongameli

 UKHO uluvo lokuba uThembinkosi Mzobe noJulian Taylor bakwazZulu Natal bazimisele ukuqeqesha abamnyama kumdlalo obukade ungowabamhlophe kuphela. Ibubuvuvu intetho ethi imizimba yabantu abamnyama ayifanelanga ukuqubha, yiyo lo nto ungaluboniyo uninzi lwabo luthabatha inxaxheba kwimidlalo yasemanzini.
Kodwa uThembinkosi noJulian abafuni ukumosh ixesha bephikisa le ntetho eyaba ebiyindumasi kule minyaka idlulileyo xa isazinzulu saphesheya sizame ukuyingqina
ngokuchaza
izinto
IINDADI
EZINTSUNDU
ZASELWANDLE
Uninzi lwabahlanguli abantsundu bephondo lakwaZulu Natal baphume iphulo emva kokuba ngamalungu eklabhu
EOcean Warriors abomeleleyo neendadi ezinesiphiwo.

Olo luvo aluyonyaniso. Thatha indoda enjengoTemba, utsho uDulian , obefudula engukapteni weqela labahlanguli baselwandle baseMzantsi Afrika noMphathi weOcean Warriors
Esenza iPaddle - skiing ngomnye wezihlandlo ezine iWarriors ezikhuphisana ngawo. lomlomo kukwahlanjwa yisurf-ski .

60 BONA XHOSA - July 1999
UThembinkosi Mzobe eprekthiza ngeknee board- kumlenze wokuqala wokhuphiswano olwaziwa njengeMalibu board.
liyabonaka ukuba izimisele
uThembinkosi njengoko eqala ibeach sprin eyi-lOOm emva kokuba egqibe umlenze wokuqubha.
UJulian Taylor uceba ukwazisa abantu ngokuphuculo lwemidlalo yamanzi kwiilokishi zaseThekwini.
ezahlukileyo kwizihlunu zabantsundu nabamhlophe.
UThembinkosi noJulian bakhetha
ukwenza
kunokuthetha.
zaseThekwini. Ngomnye weendadi ezithabathekisayo endakha ndazibona. Udada kakuhle kwaye uyimbaleki entle, zombini ezo zinto zibalulekile kumdlalo wasemanzini. Xa enokusebenza nzima kwisurf-ski nakwiknee board ixesha elingangonyaka,angafikelela lula kwiqela leendadi zodidi oluphezulu ezili-10 zabahlanguli baseMzantsi Afrika.
Uqale ngokuhleka intsini yokungakholelwa xa ebephendula olu luvo uThembinkosi onama-23 eminyaka owazalelwa wakhulela eLamontville , eThekwini. Kodwa ungumzekelo ophilayo wokuba naluphi na uhlanga xa lukunikwa ithuba nezixhobo, akukho nto ingaluthintela lungaphumeleli kuwo nakuwuphi na umdlalo. KuThembinkosi ithuba ithuba ulifumene kude kufuphi nasekhaya - kwichibi lokuqubha laseLamontville .
Yiloo nto endenze ndaphumelela, utsho uThembinkosi. Ichibi likhona, ngoko ke bendiqubha bonke ubomi bam. Xa ndinokuba nzixhobo ezizizo,
ubuchule nokuzimisela, akukho nto ingandithintela ukuba ndifikelele enkcochoyini.
UJulian uwangqinile amazwi kaThembinkosi: Phantse zonke iintsapho zabelungu zinamachibi okuqubha. Xa ungenalo ichibi lokuqubha ungakuthanda njani ukuqubha? Xa unokuthi kubantwana abantsundu mabayeke ukudlal ibhola baqubhe, baza kukubuza ukuba baqubhe phi?
Abagqiba izifundo zokuqala zabahlanguli baselwandle kwiOcean Warriors nguGcina Xulu, uSihle Xaba okwasuka eLamontville , uMonty Masinga waseTongaat , kumntla weTheku. Ababini kwaba batwana, uThembinkosi engomnye wabo, baza kubaphakathi kwabahlanguli baseMelika , eNgilane , eJaman naseSweeden abaza kukhuphisana njengoko bezama impumelelo kukhuphiswano lweOcean Warrior Invitation . Olu khuphiswano luza kuba kulandle lwaseDurban North , bathabatha inxaxheba kukhuphiswano lwemidlalo ngemidlalo yasemanzini phakathi enyakeni, enjenge ocean Warrior Chaltenge ebakho minyaka yonke ngoDisemba eThekwini. Kwaye uJulian uthi xa wenze kakuhle kule midlalo oko kuthetha ukuba womelele ngokwaneleyo ukumgangatho weOlympic . Ukwenza amalungiselelo okufikelela kulo mgangatho wokomelela kuthetha ukuba uza kuziqeqesha ngaphezulu kweeyure ezintlanu ngemini, iinyanga ezilishumi nesiqingatha ngonyaka. UThembinkosi Mzobe nabahlobo bakhe bakwelo nqanaba. Kodwa xa bengakhuphisani, abahlanguli baselwandle bangabonwa kumanxweme aziwayo aseMzantsi Afrika apho baneminyaka engaphezulu kwemihlanu behlangula amawaka ngamawaka abantu abasengozini yokutshona. Ngaphandle kokuqhubeka nomsebenzi wabo omhle - amandla abo nobuchule babahlanguli baselizweni abagqwesileyo - iOcean Warriors iza kuba sisiseko sophuculo lomdlalo wamanzi neenkqubo zophuhliso loluntu eMzantsi Afrika. UJulian uthi kucetywa inkqubo ebalulekileyo yophuculo eza kuqinisekisa ukuba abantwana baselokishini basiwa elwandle bayokuqhelaniswa namanzi.
AbakwaDurban Metro basixhasile kakhulu, kwaye ndiyabona ukuba inkqubo yophuculo ineziqhamo ezihle kungekudala, utsho.
UThembinkosi ulindelwe ukuba adlale indima ebalufekileyo kule nkqubo icetywayo. Ngoncumo oluncinane, uThembinkosi uthi: Ndigxamele ukuba ndide ndiyibone le nkqubo iqalisa kuba xa iphumelela ndifuna ukufowunela isazazinzulu obukhe wathetha ngaso ekuqaleni.
ngezixhobo
nobuchule obulungileyo, akukho nto inokundithintela
ekufikeleleni
encotsheni utsho
uThembinkosi
Mzobe
Nanga amalungu eklabhu
IOcean
Warriors : Matt Gibbs , Thembinkosi
Mzobe, Deon Coetzee , Matt Bowman , Chris Bird noMonty
Masinga

62 BONA XHOSA - July 1999

Sekubakho igcutswana labalandeli
emidlalweni yaMazulu, yaye asoloko esinda cebetshu ezembeni,


Babedla ngokuqubula batsho abalandeli beqela lamaZulu xa lidlala nelinye iqela. Kodwa namhlanje ukungabi namali kweli qela nokuxhwithana kwabaphathi balo maxa wambi kusithobile isidima seli qela. Ngaba kwenzeka ntoni?
Usuthu Olumabheshw ankone njengoko eli qela libiza kanjato ngabalandeli balo lhlaselwe ziingxaki ezininzi. Lagqibela ukuzuza indebe ngo-1992 ngeCoca-Cola Cup elayizuza emva kokubetha iKaizer Chiefs ngo-3-1 kwifayinali . Ngaloo minyaka istediyam sazizala sime ngeembambo xa kudlala AmaZulu. Ngoku sekubakho nje igcuntswana labalandeli xa edlala. Abaphathi beli qela bayaxhwithana ngezikhundla zolawulo;
Kukhe kwabakho ixesha apho umqeqeshi walo uClive Barker negosa lonxibelelwano uDumisani Shandu bekufuneka bahambe becela amalizo ukuze Iingafi eli qela. Ukunwenwa kweendaba zokuba Usuthu alunamali nezokungahlawulwa kwabadlali imivuzo yabo kwenze abantu abaninzi bazibuza ukuba - ngaba Usuthu luyawa na?
Abadlali bafumene isiqingatha semivuzo yabo ngoFebruwari , ukanti elinye igosa leqela licela umhlobo walo ongugqirha ukuba enze utyando kuEnerst Rambo Marumo ngaphandle kwentlawulo kuba iklabhu ingenayo imali yokuhlawula.Kukaninzi


AmaZulu abetha iKaizer Chiefs kwifayinali yeCoca-Cola Cup ngo-1992 aba agqibele ukuzuza indebe.
Angabuyela nje Amazulu
kwinqanaba ayekulo?
Ngaba iqela laMaZulu elalifudula lilelinye lamaqela amakhulu ebhola lingalisebenzisa ikhefu eliphakathi kokuqalisa kwesizini entsha ekuzameni ukulungisa imeko yalo? ULINDA MANYONI uyaphanda.

abadlali bayo nomqeqeshi bengaziqeqeshi
kuba bekhalazela ukungamkeli kwabo.
Siyazi ukuba iklabhu isengxakini, qha nathi sineentsapho ekufuneka sizondle namatyala ekufuneka siwahlawule, utshilo omnye umdlali wamaZulu omdala ongafunanga ukuba silikhankanye igama lakhe. Kudala le klabhu inengxaki yemali , siyinyamezele. Asinakuba sayinyamezela ngoku. Ukudlal ibhola yeyona misebenzi siphila ngayo.
Iingxaki zaMaZulu zikubaphathi, yaye eyona ngxaki inkulu kukungabikho kwemali . Kuyo nayiphi na iklabhu abadlali baphila ngemivuzo yabo ngoko xa singamkeii sifanele singavumi ukudlala. Abadlali balile ukuziqeqesha iintsuku ezimbini bagrogrisa nangokungayi emdlalweni weklabhu .
Omnye wabalawuli wabadlali baMaZulu, uPrince Dludla, uyaphika ukuba bayazibaleka iingxaki zeklabhu nabanye abalawuli. Ekuqaleni kwalo nyaka uthe yena nabanye abalawuli

